Close
You have no items in your shopping cart.
Search
Picture for category isiXhosa Home Language

isiXhosa Home Language

isiXhosa Home Language
3 Items in Grid 4 Items in Grid List

Platinum masikhanyise CAPS: Gr 9: Teacher's guide

What makes the Platinum masikhanyise course unique? Interesting chapter openers and chapter outcomes; glossary and index; language toolbox; wordlists; detailed contents page; chapter summary in the teacher's guide.
R 293,00

KwaXhosa zibenza zibutya CAPS: Gr 9: Learner's book : Home language

Incwadi yolwimi egxininisa kakhulu kwigrama; Incwadi yolwimi egxininisa ekwakhiweni kwezakhono zolwimi; Incwadi yolwimi egxininisa nasekuzilungiseleleni uviwo; Incwadi yolwimi enezicatshulwa zokufundwayo ezongezelelweyo.
R 246,00

KwaXhosa zibenza zibutya CAPS: Gr 9: Teacher's guide : Home language

Incwadi yolwimi egxininisa kakhulu kwigrama; Incwadi yolwimi egxininisa ekwakhiweni kwezakhono zolwimi; Incwadi yolwimi egxininisa nasekuzilungiseleleni uviwo; Incwadi yolwimi enezicatshulwa zokufundwayo ezongezelelweyo.
R 315,00

Sichumile IsiXhosa Incwadi katitshala : Ibanga 9

Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga. Ibhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula. Izifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu.
R 217,14

Sichumile IsiXhosa Incwadi Yomfundi : Ibanga 9

Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga. Ibhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula. Izifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu.
R 187,14

Sichumile isiXhosa: Gr 9: Reader

Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga. Ibhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula. Izifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu.
R 101,43

Platinum Masikhanyise CAPS: Platinum Masikhanyise: Grade 9: Reader Gr 9: Reader

Iqulunqwe yazalisekisa iimfuno zeNkcazelo Yepolisi kaZwelonke yeKharityhulam nokuHlola. Olu luhlu lunemifanekiso nemisebenzi enika inkxaso eyaneleyo kubafundi kwaneetitshala. Luyakhuthaza luphembelela umoya wokuzethemba kubafundi neetitshala. Iquka amaphe
R 170,00

Platinum Masikhanyise CAPS: Platinum Masikhanyise: Grade 9: Learner's book Gr 9: Learner's Book

Iqulunqwe yazalisekisa iimfuno zeNkcazelo Yepolisi kaZwelonke yeKharityhulam nokuHlola. Olu luhlu lunemifanekiso nemisebenzi enika inkxaso eyaneleyo kubafundi kwaneetitshala. Luyakhuthaza luphembelela umoya wokuzethemba kubafundi neetitshala. Iquka amaphe
R 218,00

KwaXhosa zibenza zibutya CAPS: Gr 9: Core reader : Home language

Incwadi yolwimi egxininisa kakhulu kwigrama; Incwadi yolwimi egxininisa ekwakhiweni kwezakhono zolwimi; Incwadi yolwimi egxininisa nasekuzilungiseleleni uviwo; Incwadi yolwimi enezicatshulwa zokufundwayo ezongezelelweyo.
R 193,00

Akusekho konwaba CAPS: Grade 9 : Home language

Umfana oselula owayesenkundleni yamatyala yayingu-Obi Okonkwo, igosa eliphezulu kwiNkozo yobuRhulumente. U-Obi Okonkwo wayetyholwa ngokwamkela isinyobo. `Andisifumani isizathu esibangele ukuba uvumele ukunyotywa,' yatsho iJaji, `Ungumfana oselula ofundileyo. Umfana oselula esijonge lukhulu kuye.
R 133,00