isiXhosa
Filter
3 Items in Grid
4 Items in Grid
List
12 items per page
16 items per page
20 items per page
24 items per page
Position
Name: A to Z
Name: Z to A
Price: Low to High
Price: High to Low
Publication Date
What makes the Platinum masikhanyise course unique? Interesting chapter openers and chapter outcomes; glossary and index; language toolbox; wordlists; detailed contents page; chapter summary in the teacher's guide.
Incwadi yolwimi egxininisa kakhulu kwigrama; Incwadi yolwimi egxininisa ekwakhiweni kwezakhono zolwimi; Incwadi yolwimi egxininisa nasekuzilungiseleleni uviwo; Incwadi yolwimi enezicatshulwa zokufundwayo ezongezelelweyo.

IsiXhosa Ngumdiliya: Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga. Ibhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula

Iqulunqwe yazalisekisa iimfuno zeNkcazelo Yepolisi kaZwelonke yeKharityhulam nokuHlola. Olu luhlu lunemifanekiso nemisebenzi enika inkxaso eyaneleyo kubafundi kwaneetitshala. Luyakhuthaza luphembelela umoya wokuzethemba kubafundi neetitshala. Iquka amaphe
Umfana oselula owayesenkundleni yamatyala yayingu-Obi Okonkwo, igosa eliphezulu kwiNkozo yobuRhulumente. U-Obi Okonkwo wayetyholwa ngokwamkela isinyobo. `Andisifumani isizathu esibangele ukuba uvumele ukunyotywa,' yatsho iJaji, `Ungumfana oselula ofundileyo. Umfana oselula esijonge lukhulu kuye.
Incwadi yolwimi egxininisa kakhulu kwigrama; Incwadi yolwimi egxininisa ekwakhiweni kwezakhono zolwimi; Incwadi yolwimi egxininisa nasekuzilungiseleleni uviwo; Incwadi yolwimi enezicatshulwa zokufundwayo ezongezelelweyo.
IsiXhosa isisombululo sethu IsiXhosa Ibanga 9 Incwadi Yokufunda JN Mdekazi Isisombululo sethu isiXhosa Ulwimi Lwasekhaya iphuhliselwe ukuxhasa isiqulatho (ulwazi, imiba nezakhono zobuchule) esiqulethwe kwiNgxelo yeKharityhulamu yeSizwe (National Curriculum Statement NCS).
This IsiXhosa Home Language Teacher Guide book is CAPS Approved and one of many titles available in this series.
Le noveli limbuso zikaGawulayo isicacisela ngesifo uGawulayo ukuba siyabulala, asikhethi bani, nokuba ukweliphi na inqanaba ungasifumana. UZamampondo inkosazana kunye nenkosana, uThambo bangamaxhoba ezinto ezininzi eziquka intsholongwane kaGawulayo.