isiXhosa
3 Items in Grid
4 Items in Grid
List
Incwadi yolwimi egxininisa kakhulu kwigrama; Incwadi yolwimi egxininisa ekwakhiweni kwezakhono zolwimi; Incwadi yolwimi egxininisa nasekuzilungiseleleni uviwo; Incwadi yolwimi enezicatshulwa zokufundwayo ezongezelelweyo.

IsiXhosa Ngumdiliya: Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga. Ibhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula

Kweli bali kubonakaliswa ukubaluleka komthetho wase Mzantsi Afrika. Kudala uMzantsi Afrika wawohlulwe wangamazwana amancinane ingakumbi apho kwakufudula kuhlala abantu abamnyama bodwa. Ngokomthetho onke la mazwana ayesiwela phantsi komthetho waseMzantsi Afrika.
Incwadi yolwimi egxininisa kakhulu kwigrama; Incwadi yolwimi egxininisa ekwakhiweni kwezakhono zolwimi; Incwadi yolwimi egxininisa nasekuzilungiseleleni uviwo; Incwadi yolwimi enezicatshulwa zokufundwayo ezongezelelweyo.
Le noveli limbuso zikaGawulayo isicacisela ngesifo uGawulayo ukuba siyabulala, asikhethi bani, nokuba ukweliphi na inqanaba ungasifumana. UZamampondo inkosazana kunye nenkosana, uThambo bangamaxhoba ezinto ezininzi eziquka intsholongwane kaGawulayo.
UNzingo oyinqununu kwisikolo saseSulenkama kuQumbu wenzelwa amayelenqe ngabahlali ade agxothwe kuba befuna uZweni oyinzalelwane yale lali abe yinqununu kwesi sikolo. Emva kwamahlandinyuka, uNzingo uya eKapa ngenjongo yokuziqalela ubomi obutsha. Yena uZweni nangona esifumene isikhundla sobunqunuu kodwa uhleli ubomi bentshontsho.