isiXhosa Readers
Filter
3 Items in Grid
4 Items in Grid
List
12 items per page
16 items per page
20 items per page
24 items per page
Position
Name: A to Z
Name: Z to A
Price: Low to High
Price: High to Low
Publication Date
An up to date, easy to use and comprehensive series based on curriculum & assessment policy (CAPS).
An up to date, easy to use and comprehensive series based on curriculum & assessment policy (CAPS).
Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: Izifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso lwe-CAPS kwisifundo ngasinye; Ixhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwiinjongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe.
Le noveli limbuso zikaGawulayo isicacisela ngesifo uGawulayo ukuba siyabulala, asikhethi bani, nokuba ukweliphi na inqanaba ungasifumana. UZamampondo inkosazana kunye nenkosana, uThambo bangamaxhoba ezinto ezininzi eziquka intsholongwane kaGawulayo.
Iminwe incokola ngemisebenzi eyenzayo, nokubaluleka kokusebenzisana kuloo msebenzi. The fingers are talking about the work they do and the importance of working together.
UNzingo oyinqununu kwisikolo saseSulenkama kuQumbu wenzelwa amayelenqe ngabahlali ade agxothwe kuba befuna uZweni oyinzalelwane yale lali abe yinqununu kwesi sikolo. Emva kwamahlandinyuka, uNzingo uya eKapa ngenjongo yokuziqalela ubomi obutsha. Yena uZweni nangona esifumene isikhundla sobunqunuu kodwa uhleli ubomi bentshontsho.
Le yincwadi yemibongo egxile kakhulu kwezokuhlala kambe ke ingazilibalanga nezopolitiko. Ezi zibongo azijolisanga nje kubantu abadala koko zijolise komncinane nomdala, awazi amasiko akhe, imvelaphi yakhe kwaye azi nangelizwe lakhe. Naso ke phambi kwakho isithebe, ingulowo makazisikele indawo ayithandayo.