Close
You have no items in your shopping cart.
Search
Picture for category isiXhosa Home Language

isiXhosa Home Language

isiXhosa Home Language
3 Items in Grid 4 Items in Grid List

KwaXhosa zibenza zibutya CAPS

Incwadi yolwimi egxininisa kakhulu kwigrama; Incwadi yolwimi egxininisa ekwakhiweni kwezakhono zolwimi; Incwadi yolwimi egxininisa nasekuzilungiseleleni uviwo; Incwadi yolwimi enezicatshulwa zokufundwayo ezongezelelweyo.
R 315,00

Sichumile isiXhosa

An up to date, easy to use and comprehensive series based on curriculum & assessment policy (CAPS).
R 187,14

Sichumile IsiXhosa : Ibanga 7 : Incwadi Yokufunda

An up to date, easy to use and comprehensive series based on curriculum & assessment policy (CAPS).
R 74,29

Sichumile IsiXhosa: Ibanga 7: Incwadi Katitshala

Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: lzifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso !we-CAPS kwisifundo ngasinye; lxhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwiinjongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe.
R 217,14

Platinum Masikhanyise: Grade 7: Reader

Iqulunqwe yazalisekisa iimfuno zeNkcazelo Yepolisi kaZwelonke yeKharityhulam nokuHlola. Olu luhlu lunemifanekiso nemisebenzi enika inkxaso eyaneleyo kubafundi kwaneetitshala. Luyakhuthaza luphembelela umoya wokuzethemba kubafundi neetitshala. Iquka amaphe
R 145,00

Platinum Masikhanyise: Grade 7: Learner's book

Iqulunqwe yazalisekisa iimfuno zeNkcazelo Yepolisi kaZwelonke yeKharityhulam nokuHlola. Olu luhlu lunemifanekiso nemisebenzi enika inkxaso eyaneleyo kubafundi kwaneetitshala. Luyakhuthaza luphembelela umoya wokuzethemba kubafundi neetitshala. Iquka amaphe
R 193,00

Uthando lunzima CAPS: Grade 7 : Home language

Kweli bali kubonakaliswa ukubaluleka kokuzinikezela emsebenzini. Sifumana igqiyazana elinguZami lizifumana lijongene nemicelimngeni emininzi engalindelekanga emsebenzini walo. Lizijula ngokupheleleyo kulomsebenzi liwuphatha ngezandla ezingenamkhinkqi.
R 122,00

KwaXhosa zibenza zibutya CAPS: Gr 7: Core reader : Home language

Incwadi yolwimi egxininisa kakhulu kwigrama; Incwadi yolwimi egxininisa ekwakhiweni kwezakhono zolwimi; Incwadi yolwimi egxininisa nasekuzilungiseleleni uviwo; Incwadi yolwimi enezicatshulwa zokufundwayo ezongezelelweyo.
R 168,00

KwaXhosa zibenza zibutya CAPS: Gr 7: Learner's book : Home language

R 221,00