Amabali akwaPREP enziwe apha eMzantsi Afrika esenzelwa abantwana boMzantsi Afrika Olu ncwadi luqulethe amabali angamashumi amabini asemazingeni amathathu obunzima. The PREP stories have been developed in South Africa for South African children. ?The series consists of twenty titles at three levels of difficulty.
UKea wayelithanda igama lakhe. Kodwa ngenye imini utithsala omkhulu wamxelela ukuba kufuneka afumane igama lesikolo. UKea wazama, kodwa ekugqibeleni wafundisa umntu wonke indlela abaluleke ngayo amagama wethu. Kea liked her name. But one day the principal told her she must find a school name.
Uyazi ukuba loluphi uyilo olutshintshe ihlabathi? Funda ngezinto ezintlanu esizisebenzisa mihla le ukwenza umahluko kwindlela esiphila ngayo. Do you know what inventions have changed the world? Read about five everyday things that make a difference to the way we live.
Ukuxukuxa kubalulekile njengokuba uCathy noGrace befumanisa xa bendwendwela ugqirha wamazinyo. Brushing your teeth is important as Cathy and Grace find out when they visit the dentist.
UKhumi wayesoyika njengoko ezihambela esiya kwisikolo samabanga aphakamileyo. Uza kubakhumbula kakhulu abakowabo. Ngaphambi kokuba ahambe ucinga ngokuninzi unina athe wamenzela kona. Khumi is scared as he is going to senior school on his own. He will miss his family a lot.
Amabali akwaPREP enziwe apha eMzantsi Afrika esenzelwa abantwana boMzantsi Afrika Olu ncwadi luqulethe amabali angamashumi amabini asemazingeni amathathu obunzima. The PREP stories have been developed in South Africa for South African children. ?The series consists of twenty titles at three levels of difficulty.
Ngomunye umgqibelo uJasper nomndeni wakhe bakhwela iteksi baya edorobheni. Idorobho yindawo ephithizelako bogodu iyajabulisa. Kunemakhiwo emide, itjhada, iinkoloyi kunye nabantu kiyo yoke indawo. Jasper and his family hop into a taxi and head to the city one Saturday.
UKwanele wayesebenza edolophini. Ngenye imini wabuyela ekhaya kusapho Iwakhe emaphandleni. Yaba buhlungu intliziyo yakhe akubona umama wakhe kwakhona. Kwakufanele amxelele iindaba ezimbi. Kwanele worked in the city. One day he went home to see his family in the country. But there was sadness in his heart when he saw his mother again.
UKakaka noBekantsini balungiselela ukutshata. Icilikishe eliluhlaza elinamaqhinga linezinye izicwangciso ngesi sibini. Ibali lothando elinomahluko. Kakaka and Bekinsani are going to be married. The sly lizard has other plans for the young couple. A love story with a difference.