Close
You have no items in your shopping cart.
Search
isiXhosa
3 Items in Grid 4 Items in Grid List

Imilozana yokudumisa: Grade 11

Imilozana Yokudumisa yi-buthelelo etja ekarisako yeenkondlo ezitlolwe ziimbongi ezihlukahlukeneko zenarha le mazombe begodu ziveza iinkhathi ezihlukeneko zepilo neendlela ezihlukeneko.
R 96,01 R 112,95

Elowo nalowo: Gr 10 - 12

R 165,71 R 194,95

Ecaleni kweziko : Xhosa folklore

Kule ncwadi umbhali afundisa ukubaluleka kokwakheka ngokwasesimilweni, ukuzinxwema kwimikhuba engalunganga nokuxabisa ukumamela ilizwi lomzali. Oku ukwenza ngokubhala iindidi zeentsomi ezingezilwanyana. Kwezi ntsomi uyayala esebenzisa ngobunono izilwanyana.
R 141,95 R 167,00

Amaza

Umdlalo omfutshane otshatshele ngonxunguphalo olunamandla olungunozala wongquzulwano olusiphula izicithi. Umtshato ufaniswa nqwa nAmaza asisihloko sale ncwadi. A gripping short drama, filled with suspense and conflict. Problems in marriage are metaphorically referred to as Amaza.
R 116,45 R 137,00

Akwaba: Gr 9 - 12

Lo ngumdlalo osekwe kwelentlanzi, phantsi kweNtab'etafile. Ibali eli liqulethe umbandela obalulekileyo nobilis'ibunzi kuluntu luphela - isifo esigqugqisayo uGawulayo, kwanentsholongwane engunozala weli gongqongqo lesifo. Libali elingoPhumela intwazana esakhulayo. Njengoko igama layo lisitsho, iphumela kumanzinzithi neenzima zobomi.
R 157,21 R 184,95

Abanyolukel 'imali

R 138,55 R 163,00

Abahlobo abathathu netekisi

Le ntsomi uzakuyifunda umbhali wayo wayibaliselwa ngowayekhokela kwitekisi yeziqithi zeComores. Yenye yeentsomi ezibaliswa kulo lonke eli leAfrika, ukusuka eNigeria ukuya kuthi xha kwiiComores kuzokuthi ga eMzantsi Afrika.
R 141,95 R 167,00

Ingqayi

Le ncwadi yifolklore, oko kuthetha ukuba lulwazi olwasungulwa ngookhokho besizwe okanye uhlanga oluthile baza baludlulisela kwizizukulwana ngezizukulwana zabo ngomlomo. Apha sithetha ngentsomi, amaqhina, amasiko nezithethe ulwazi olungazange lubhalwe koko ludluliswe ngomlomo.
R 121,55 R 143,00