Close
You have no items in your shopping cart.
Search
Picture for category isiXhosa Literature

isiXhosa Literature

isiXhosa Literature
3 Items in Grid 4 Items in Grid List

Isingqi Senkulungwane (School Edition)

Kule ncwadi yemibongo mfundi udekelwe ngeendidi ngeendidi zemibongo, ingulowo uphantsi kwesihloko solo didi. Ukwanikiwe indlela yokufunda umbongo, kwaye ufunde nisiZulu (Zulu) ngababhali, ngobomi, ngembali, ngamaqhawe kwangen.
R 42,50 R 50,00

Imilozana yokudumisa: Grade 11

Imilozana Yokudumisa yi-buthelelo etja ekarisako yeenkondlo ezitlolwe ziimbongi ezihlukahlukeneko zenarha le mazombe begodu ziveza iinkhathi ezihlukeneko zepilo neendlela ezihlukeneko.
R 96,01 R 112,95

Ecaleni kweziko : Xhosa folklore

Kule ncwadi umbhali afundisa ukubaluleka kokwakheka ngokwasesimilweni, ukuzinxwema kwimikhuba engalunganga nokuxabisa ukumamela ilizwi lomzali. Oku ukwenza ngokubhala iindidi zeentsomi ezingezilwanyana. Kwezi ntsomi uyayala esebenzisa ngobunono izilwanyana.
R 141,95 R 167,00

Amaza

Umdlalo omfutshane otshatshele ngonxunguphalo olunamandla olungunozala wongquzulwano olusiphula izicithi. Umtshato ufaniswa nqwa nAmaza asisihloko sale ncwadi. A gripping short drama, filled with suspense and conflict. Problems in marriage are metaphorically referred to as Amaza.
R 116,45 R 137,00

Iphoco

Kule ncwadi yemibongo umbhali usibonisa ngefuthe elwenziwe yitekhnologi kubomi nentlalo esiphila kuyo. Uchaphazela eli futhe kobu bomi bale mihla sibuphilayo, kumasiko nezithethe zethu, ezopolotiko nezenkcubeko. Umbhali usebenzise ulwimi olumnandi nolutsala umdla womfundi nangakumbi. A compilation of sonnets, lyrics, praise poems and elegies.
R 113,05 R 133,00

Isikhwakhwa noBessie

Kulo mdlalo uyisekazi kaJimmy uba nemincili engathethekiyo xa esamkela unyana womkhululwa wakhe ongesekhoyo owatshiphayo eRhawutini, kanti wamkela irhobosha lerhamba esele libulele kwaloo nyana welo khaya. Oku kuzaliswa ziindaba zokufika komphanga kaNtuntumbo.
R 164,05 R 193,00

Izinto Zodidi

R 183,60 R 216,00

Izithebe

Apha imbongi igxile kwimiba edla umzi. Ibonga iyala ikwakhuthaza. Ibonga ngeempawu zentsulungekho ekufuneka zinanziwe ngabantu ezinjengezi: Ubuntu; Ikamva; Isiluleko; ubomi; Vuka ubophelele. Zikho nezinye izibongo ezingendalo ezizezi. Isakhono sobugcisa nokuchonga amagama siphuhlisa uvakalelo kunye nemifanekiso ntekelelo kumbongo ngamnye.
R 138,55 R 163,00

Izinto zimana ukwenzeka

Le yincwadi yedrama ebonisa ukuba ngenene isikhuni sibuya nokhwezeli, kuba izinto ezimbi ezenziwa ngumntu zibuya zijike naye. UNovuyisile, utshatile, kodwa ngenxa yokuba angakwazanga kuzibamba usuke athandane. Uthabatheka leli soka ade afumanene ingozi yemoto ehamba nalo. Ufunyanwa ngumyeni wakhe elele ngandletyananye esibhedlele.
R 128,35 R 151,00

Abanyolukel 'imali

R 138,55 R 163,00

Iphulo

Izincoko ezifutshane ezithetha ngobomi esibuphilayo jikelele. Kukho athetha ngenkqubela – phamblili, ngemfundo, amasiko nezithethe, ukutya nendalo. Short essays that explore different aspects of life. The stories cover topics such as education, success, traditional rituals, food and nature.
R 102,85 R 121,00

Abahlobo abathathu netekisi

Le ntsomi uzakuyifunda umbhali wayo wayibaliselwa ngowayekhokela kwitekisi yeziqithi zeComores. Yenye yeentsomi ezibaliswa kulo lonke eli leAfrika, ukusuka eNigeria ukuya kuthi xha kwiiComores kuzokuthi ga eMzantsi Afrika.
R 141,95 R 167,00