isiXhosa Home Language
3 Items in Grid
4 Items in Grid
List
IOxford Ukhanyo iqulathe izifundo zoLwimi IwaseKhaya kwaye isetyenziswa ngootitshala kuMzantsi Afrika uphela. Ityebile ngokomxholo kwaye iyazifezekisa iimfuno zeCAPS. Imixholo (themes) ihambelana neCAPS nto leyo eyenza ukuba kube lula ukuyisebenzisa. Inika abafundi isiseko esiluqilima esiya kubanceda baziphumelele lula iimviwo zokuphela konyaka.
Iqulunqwe yazalisekisa iimfuno zeNkcazelo Yepolisi kaZwelonke yeKharityhulam nokuHlola. Olu luhlu lunemifanekiso nemisebenzi enika inkxaso eyaneleyo kubafundi kwaneetitshala.
I-Study & Master Incindi Yolwimi LwesiXhosa ibhalwe liqela lababhali abanamava ukuqinisekisa umoya.
I-Study & Master Incindi Yolwimi LwesiXhosa ibhalwe liqela lababhali abanamava ukuqinisekisa umoya.
Incwadi yolwimi egxininisa kakhulu kwigrama; Incwadi yolwimi egxininisa ekwakhiweni kwezakhono zolwimi; Incwadi yolwimi egxininisa nasekuzilungiseleleni uviwo; Incwadi yolwimi enezicatshulwa zokufundwayo ezongezelelweyo.