Close
You have no items in your shopping cart.
Search
Reading is Easy: Umfanekiso owavela uphila: Grade 6

Publisher : Heinemann Publishers (Pty) Ltd
SKU: 9780796246271
R 92,00
Apha sibaliselwa ngomntwana osoloko ebona umfanekiso kwikhaya lomntu owayehlonitshiwe. Lo mntwana wayesoloko ezibuza ukuba ngumntu otheni lo usoloko exatyisiwe kowabo. Wabuza utata wakhe ngalo mntu osemfanekisweni, wambalisela ngembali yalo mntu wabanjwayo kwiminyaka engama-26 ehlala esiqithini.
Apha sibaliselwa ngomntwana osoloko ebona umfanekiso kwikhaya lomntu owayehlonitshiwe. Lo mntwana wayesoloko ezibuza ukuba ngumntu otheni lo usoloko exatyisiwe kowabo. Wabuza utata wakhe ngalo mntu osemfanekisweni, wambalisela ngembali yalo mntu wabanjwayo kwiminyaka engama-26 ehlala esiqithini. Wabanjelwa ukulwela inkululeko, wakhululwa entolongweni. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.
Products specifications
ISBN13 9780796246271
Publisher Heinemann Publishers (Pty) Ltd
Publication Date 2012-12-01
Language Xhosa
Format Paperback / softback
Pages 32
Product Dimensions (H x W x L) in mm 200 X 126 X 210
Shipping Weight (grams) 65
Write your own review Close Review Form
  • Only registered users can write reviews
*
*
Bad
Excellent
*
*
*
*
Description

}