Close
You have no items in your shopping cart.
Search
Reading is Easy: UKhwanu nenkunzi yemvula enomsindo: Grade 6

Publisher : Heinemann Publishers (Pty) Ltd
SKU: 9780796246158
R 92,00
Kule ncwadi sibaliselwa ibali elinika umdla apho umbhali asebenzise ubuchule bokubonisa isilwanyana sithetha siphinde senze nemimangaliso. Sibaliselwa ngoKhwanu wayesoloko ezingela nabanye ootata balapha elalini. Umama weli khaya ogama linguKhona uphila ngokucholachola imifuno neziqhamo.
Kule ncwadi sibaliselwa ibali elinika umdla apho umbhali asebenzise ubuchule bokubonisa isilwanyana sithetha siphinde senze nemimangaliso. Sibaliselwa ngoKhwanu wayesoloko ezingela nabanye ootata balapha elalini. Umama weli khaya ogama linguKhona uphila ngokucholachola imifuno neziqhamo. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.
Products specifications
ISBN13 9780796246158
Publisher Heinemann Publishers (Pty) Ltd
Publication Date 2012-12-01
Language Xhosa
Format Paperback / softback
Pages 40
Product Dimensions (H x W x L) in mm 200 X 126 X 210
Shipping Weight (grams) 65
Write your own review Close Review Form
  • Only registered users can write reviews
*
*
Bad
Excellent
*
*
*
*
Description

}