Close
You have no items in your shopping cart.
Search
Reading is Easy: Imfihlo yelanga elifihlakeleyo: Grade 6

Publisher : Heinemann Publishers (Pty) Ltd
SKU: 9780796246165
R 92,00
Apha sibaliselwa ngabantu ababengafumani kukhanya ngenxa yokuba ilanga lalinomona lingafuni enye into ezisa kukhanya. Lalisithi xa libona inyanga liyahlule phakathi kuba lifuna ife, kodwa ke inyanga yayingapheli mandla.
Apha sibaliselwa ngabantu ababengafumani kukhanya ngenxa yokuba ilanga lalinomona lingafuni enye into ezisa kukhanya. Lalisithi xa libona inyanga liyahlule phakathi kuba lifuna ife, kodwa ke inyanga yayingapheli mandla. Ngaminazana ithile abantu bacinga icebo lokuthatha ilanga balenze likhanyisele wonke umntu ehlabathini kodwa lo malinge abo awela phantsi. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.
Products specifications
ISBN13 9780796246165
Publisher Heinemann Publishers (Pty) Ltd
Contributor By (author) D. Donaldson
Publication Date 2012-12-01
Language Xhosa
Format Paperback / softback
Pages 40
Product Dimensions (H x W x L) in mm 200 X 126 X 210
Shipping Weight (grams) 65
Write your own review Close Review Form
  • Only registered users can write reviews
*
*
Bad
Excellent
*
*
*
*
Description

}