Close
You have no items in your shopping cart.
Search
IsiXhosa Ngumdiliya : Ibanga 7 : Incwadi Katitshala

Publisher : Shuter & Shooter (Pty) Ltd
SKU: 9781920605872
R 188,58
R 160,29
Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: Izifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso lwe-CAPS kwisifundo ngasinye; Ixhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwiinjongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe.
Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: Izifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso lwe-CAPS kwisifundo ngasinye; Ixhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwiinjongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe; Iziqendu zenziwe ngohlobo olucace gca ukuze kube lula ukuyisebenzisa, kwaye okuthethwa kwiphepha nephepha kulula ukukulandela; Iyamkhokela ngokukuko utitshala, kwaye inazo nezinye izinto ezithe kratya ezinokuba luncedo kuye; Ikwancedisana notitshala ngokumnika zonke iimpendulo kwimisetyenzana neemvavanyo ezinikwe abafundi kwincwadi yabo; Iyalubonakalisa unxibelelwano olwenzekileyo phakathi kwencwadi yomfundi, incwadi yokufunda nencwadi katitshala.
Products specifications
ISBN13 9781920605872
Publisher Shuter & Shooter (Pty) Ltd
Contributor By (author) M. Mdliva, By (author) N. Bokoloshe
Publication Date 2013-06-13
Language Xhosa
Format Paperback / softback
Pages 0
Product Dimensions (H x W x L) in mm 210 X 148 X 210
Shipping Weight (grams) 500
Write your own review Close Review Form
  • Only registered users can write reviews
*
*
Bad
Excellent
*
*
*
*
Description

}